Novemba 23-29
LEVITIKUS 6-7
Ingoma 46 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukubonisa Umbulelo”: (imiz. 10)
Lev 7:11, 12—Umbingelelo wobuhlobo wawusenziwa ngumntu ofuna ukubulela uYehova ngokuzithandela (w19.11 22 ¶9)
Lev 7:13-15—Kwakufana nokuba loo ntsapho yenza umbingelelo wobuhlobo itya noYehova ibe oku kwakubonisa ukuba banobuhlobo obuhle noThixo (w00 8/15 15 ¶15)
Lev 7:20—Umbingelelo wobuhlobo owamkelekileyo wawusenziwa ngabantu abacocekileyo kuphela (w00 8/15 19 ¶8)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Lev 6:13—AmaYuda akholelwa ukuba umlilo wawuqalwa njani esibingelelweni, kodwa ithini yona iBhayibhile? (it-1-E 833 ¶1)
Lev 6:25—Umnikelo wesono wawahluke njani kumnikelo otshiswayo kunye nomnikelo wobuhlobo? (si 27 ¶15)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Lev 6:1-18 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Uze uthethe ngento ekwiMboniselo ka-2020 uNo. 2, emva koko ushiyele umninimzi eyakhe. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko ubonise umntu othetha naye iwebhsayithi yethu uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 11)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) bh 169 ¶12-13 (th isifundo 6)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Yiba Noxabiso: (imiz. 5) Dlala le vidiyo. Cela abantwana obakhethileyo beze eqongeni, uze ubabuze imibuzo ngale vidiyo.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30 nangaphantsi) rr isahl. 1 ¶1-7, qala udlale ividiyo yentshayelelo *
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 37 Nomthandazo
^ isiqe. 23 Xa kuza kudlalwa ividiyo yentshayelelo kwiSifundo SeBhayibhile Sebandla, makuqalwe kudlalwe yona ngaphambi kokuba kuqaliswe iziqendu.