Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Novemba 9-15

LEVITIKUS 1-3

Novemba 9-15
  • Ingoma 20 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Isizathu Sokwenziwa Kweminikelo”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo YeLevitikus.]

    • Lev 1:3; 2:1, 12​—Isizathu sokwenziwa kweminikelo etshiswayo neminikelo yokutya (it-2-E 525; 528 ¶4)

    • Lev 3:1​—Isizathu sokwenziwa kweminikelo yobuhlobo (it-2-E 526 ¶1)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Lev 2:13​—Kwakutheni ifanele iziswe inetyiwa “yonke iminikelo”? (Hez 43:24; w04 5/15 22 ¶1)

    • Lev 3:17​—Kwakutheni amaSirayeli engafanele atye amanqatha, ibe le nto isifunda ntoni thina? (it-1-E 813; w04 5/15 22 ¶2)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Lev 1:1-17 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU