Ukushumayela eVienna, eAustria

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Agasti 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Amacebiso okuhambisa uVukani! nencwadana ethi Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade. Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Hlala Kwindawo Efihlakeleyo Yoyena Uphakamileyo

Yintoni ‘indawo efihlakeleyo’ kaYehova, kwaye isikhusela njani? (INdumiso 91)

UKUPHILA NJENGAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukunceda Izifundo ZeBhayibhile Zizahlulele Zize Zibhaptizwe

Kutheni kubaluleke kangaka ukuzama ukufikelela izinto zokomoya? Yintoni onokuyenza ukunceda izifundo zakho zifikelele ezo zinto?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuchuma Ngokomoya Ebudaleni

Iivesi ezikwiNdumiso 92 zibalaselisa ukuba abantu abadala basenako ukuchuma baze bavelise isiqhamo somoya.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Uyakhumbula Ukuba Siluthuli

KwiNdumiso 103, uDavide usebenzisa izafobe ukuchaza indlela enkulu ngayo inceba kaYehova.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Bulelani KuYehova”

Iivesi ezikwiNdumiso 106 zingakunceda uhlale umbulela uYehova.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Ndiya Kumbuyekeza Ngantoni Na UYehova?”

Umdumisi wayezimisele ukumbulela njani uYehova? (INdumiso 116)

UBOMI BAMAKRISTU

Fundisa Inyaniso

Fundisa abantu imfundiso yeBhayibhile ngendlela elula usebenzisa olu hlobo lutsha lwentshumayelo.

UBOMI BAMAKRISTU

Iphulo Elikhethekileyo Lokuhambisa IMboniselo NgoSeptemba

IMboniselo iza kuthetha ngentuthuzelo nangendlela uThixo athuthuzela ngayo.