Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 110-118

“Ndiya Kumbuyekeza Ngantoni Na UYehova?”

“Ndiya Kumbuyekeza Ngantoni Na UYehova?”

Umdumisi wambulela kakhulu uYehova kuba emhlangule ‘kwiintsontelo zokufa.’ (Nd 116:3) Wayezimisele ukumbulela uYehova ngokugcina zonke izithembiso awayezenzile nangokuzenza zonke izinto awayethe uza kumenzela zona.

Ziziphi izinto ezindibangela ukuba ndimbulele uYehova kule veki?

Ndingambulela njani ke uYehova?