Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Agasti 1-7

INDUMISO 87-91

Agasti 1-7
  • Ingoma 49 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • ‘Hlala Kwindawo Efihlakeleyo Yoyena Uphakamileyo’: (imiz. 10)

    • Nd 91:1, 2—“Indawo efihlakeleyo” kaYehova iyasikhusela ngokomoya (w10 2/15 26-27 ¶10-11)

    • Nd 91:3—USathana unjengombambisi weentaka ofuna ukusibambisa (w07 10/1 26-30 ¶1-18)

    • Nd 91:9-14—UYehova yindawo yethu yokusabela (w10 1/15 10-11 ¶13-14; w01 11/15 19-20 ¶13-19)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 89:34-37—Nguwuphi umnqophiso ekuthethwa ngawo kwezi vesi, ibe uYehova wayicacisa njani into yokuba unokuthenjwa? (w14 10/15 10 ¶14; w07 7/15 32 ¶3-4)

    • Nd 90:10, 12—‘Siyibala njani imihla yethu ngendlela yokuba sizuze intliziyo yobulumko’? (w06 7/15 13 ¶4; w01 11/15 13 ¶19)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 90:1-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU