Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 92–101

Ukuchuma Ngokomoya Ebudaleni

Ukuchuma Ngokomoya Ebudaleni

92:12

Uhlobo oluthile lomthi wesundu lunokuphila iminyaka engaphezu kwe-100 kodwa lukwazi ukuvelisa isiqhamo

Abantu abadala bathwala isiqhamo somoya . . .

92:13-15

  • ngokuthandazela abanye

  • ngokufundisisa iBhayibhile

  • ngokubakho rhoqo kwiintlanganiso zebandla baze babe nenxaxheba kuzo

  • ngokubalisela abanye ngamava abanawo

  • ngokuzibhokoxa ekushumayeleni