Agasti 13-19
LUKA 19-20
Ingoma 84 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Funda Kumzekeliso Weemina Ezilishumi”: (imiz. 10)
Luk 19:12, 13—“Umntu othile osisidwangube” wathi kumakhoboka wakhe mawashishine de abuye (jy-E 232 ¶2-4)
Luk 19:16-19—Amakhoboka athembekileyo ayenamandla angalinganiyo kodwa afumana umvuzo (jy-E 232 ¶7)
Luk 19:20-24—Ikhoboka elingendawo zange lifumane kwanto (jy-E 233 ¶1)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 19:11-27
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w14 8/15 29-30—Umxholo: Ngaba Amazwi KaYesu AkuLuka 20:34-36 Athetha Ngovuko Lwasemhlabeni?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Mazi U-JW.ORG”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isihlomelo iphe. 219-221
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 116 Nomthandazo