Agasti 27–Septemba 2
LUKA 23-24
Ingoma 130 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kulungele Ukuxolela Abanye”: (imiz. 10)
Luk 23:34—UYesu wawaxolela amajoni aseRoma awambethelela esibondeni (cl 297 ¶16)
Luk 23:43—UYesu wamxolela umenzi-bubi (g 2/08 11 ¶5-6)
Luk 24:34—UYesu wamxolela uPetros (cl 297-298 ¶17-18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Luk 23:31—Kubonakala ngathi ubhekisa entwenini uYesu kule vesi? (ingcaciso)
Luk 23:33—Bubuphi ubungqina obufunyenwe kwizinto zakudala ezimbiweyo obubonisa ukuba abantu babebethelelwa ngezikhonkwane esibondeni? (ingcaciso)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 23:1-16
YIKHUTHALELE INTSIMI
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala uze uhambise incwadi ekwiZixhobo Zokufundisa emfaneleyo umninimzi.
Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise enye yeencwadi ekuqhutywa ngayo izifundo.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 4 ¶3-4 *
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Umzalwana Wakho Naye Wafelwa NguYesu”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yiba Ngumzekelo Omhle!
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 12 isiqe. 9-14
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 82 Nomthandazo
^ isiqe. 19 Incwadana: “Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo”