Agasti 6-12
LUKA 17-18
Ingoma 18 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Bulela”: (imiz. 10)
Luk 17:11-14—UYesu waphilisa abantu abalishumi ababeneqhenqa (iingcaciso zikaLuka 17:12, 14)
Luk 17:15, 16—Kwabuya wamnye wabulela kuYesu
Luk 17:17, 18—Le ngxelo isifundisa ukuba kubalulekile ukubulela (w08 8/1 14-15 ¶8-9)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Luk 17:7-10—Wayefundisa ntoni uYesu ngalo mzekeliso? (ingcaciso kaLuka 17:10)
Luk 18:8—Lukholo olunjani awayethetha ngalo uYesu kule vesi? (ingcaciso)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 18:24-43
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize niyixubushe.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 4 ¶1-2 *
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Khumbulani UmkaLote”: (imiz. 15) Ingxubusho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 11 isiqe. 20-22 nebhokisi ethi “Ndinokuwuphucula Njani Umtshato Wam?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 117 Nomthandazo
^ isiqe. 19 Incwadana: “Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo”