Agasti 26–Septemba 1
HEBHERE 4–6
Ingoma 5 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
BUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Yenza Yonk’ Into Ukuze Ungene Ekuphumleni KukaThixo”: (imiz. 10)
Heb 4:1, 4—Yazi imini yokuphumla kaThixo (w11 7/15 24-25 ¶3-5)
Heb 4:6—Thobela uYehova (w11 7/15 25 ¶6)
Heb 4:9-11—Kumamele oko kuthethwa yintlangano kaYehova (w11 7/15 28 ¶16-17)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Heb 4:12—Liyintoni eli ‘lizwi likaThixo’ kuthethwa ngalo kule vesi? (w16.09 13)
Heb 6:17, 18—Ziintoni ezimbini ezinokuqinisekisa abathanjiswa ukuba baza kuphila ubomi obungenasiphelo benomzimba ongenakonakala? (it-1 1139 ¶2)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Heb 5:1-14 (th isifundo 5)
IKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 6)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) lv 228-229 ¶7-8 (th isifundo 12)
NDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“UYehova Akazilibali Izinto Ezintle Esizenzayo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Nazi Izinto Ezinokukunceda Ukhonze EBheteli.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 12 isiqe. 15-21 nebhokisi ekwiphe. 127
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 72 Nomthandazo