Agasti 5-11
2 Timoti 1-4
Ingoma 150 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UThixo Akasinikanga Moya Wabugwala”: (imiz. 10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni : (imiz. 8)
2Ti 2:3, 4—Singenza njani ukuze singachith’ ixesha lethu “kumashishini ezorhwebo” eli hlabathi likaSathana? (w17.07 10 ¶13)
2Ti 2:23—Singazichasa njani “iimbuzwano zobudenge”? (w14 7/15 14 ¶10)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 2Ti 1:1-18 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Fundisa Ngemizekelo, emva koko nithethe ngesifundo 8 sencwadi ethi Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w14 7/15 13 ¶3-7—Umxholo: Abantu BakaYehova Banokuyilahla Njani ‘Intswela-Bulungisa’? (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yiba Nabahlobo Abakhonza UYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Funda Ukuluphepha Unxulumano Olubi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 11 isiqe. 15-21 nebhokisi ekwiphe. 117
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 94 Nomthandazo