“UThixo Akasinikanga Moya Wabugwala”
Nathi ingasinceda le nto yathethwa nguPawulos kuTimoti. Singabi nantloni ngeendaba ezilungileyo, kunoko sizithethelele izinto esizikholelwayo sinesibindi, noba loo nto iza kusifaka engxakini.
Zeziphi iimeko endinokubonisa kuzo ukuba ndinesibindi?