Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 11-17

YOBHI 21-27

Aprili 11-17
  • Ingoma 83 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: g16.2 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: g16.2 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: bh 145 ¶3-4 (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 129

  • Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe. (Yiya ku-jw.org/xh uze ujonge indawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO.) Emva koko, xubushani le mibuzo ilandelayo: Yintoni esenokubangela ukuba umntu antlontwe? Yiyiphi imiphumo emibi ebangelwa kukuntlontwa? Ungamelana njani nokuntlontwa okanye ungakuphepha njani? Ungathetha nabani ukuba uyantlontwa? Funda incwadi ethi Abantu Abaselula Bayabuza, Umqulu 2, isahluko 14.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 13 ¶1-12 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 23 Nomthandazo