Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOBHI 21-27

UYobhi Wazixhathisa Iingcinga Eziphosakeleyo

UYobhi Wazixhathisa Iingcinga Eziphosakeleyo

USathana usebenzisa ubuxoki ukuze adimaze abakhonzi bakaYehova namhlanje. Khawuphawule umahluko okhoyo phakathi kobuxoki bukaSathana neemvakalelo ezinyanisekileyo zikaYehova njengoko ziboniswe kwincwadi kaYobhi. Dwelisa iivesi zeBhayibhile ezongezelelekileyo ezingqina ukuba uYehova ukukhathalele.

UBUXOKI BUKASATHANA

EYONA NDLELA AVAKALELWA NGAYO UYEHOVA

UThixo ufuna okungaphaya kwamandla abantu ibe abakhonzi bakhe babetha nganeno. Akukho ndalo inokumkholisa (Yob 4:18; 25:5)

UYehova uyayixabisa imigudu yethu yokuthobeka (Yob 36:5)

Abantu bayinto engento kuThixo (Yob 22:2)

UYehova uyayamkela aze ayisikelele inkonzo yethu yokuthembeka (Yob 33:26; 36:11)

UThixo akanaxesha lamalungisa (Yob 22:3)

UYehova uwajongile amalungisa (Yob 36:7)