Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOBHI 28-32

UYobhi Wayengumzekelo Wokunyaniseka

UYobhi Wayengumzekelo Wokunyaniseka

UYobhi wayezimisele ukuthobela imilinganiselo kaYehova yokuziphatha

31:1

  • Wawalawula amehlo akhe ibe uthando walubonisa kwinkosikazi yakhe kuphela

UYobhi wayengumzekelo omhle kwindlela awayebaphatha ngayo abanye

31:13-15

  • Wayethobekile, ebaphatha ngokusesikweni abanye yaye enovelwano. Wayebaphatha kakuhle bonke abantu enoba injani imeko yabo yentlalo okanye eyezoqoqosho

UYobhi wayenesandla esivulekileyo, ekulungele ukunceda abanye

31:16-19

  • Wayebanceda abadinga uncedo