Aprili 25–Meyi 1
YOBHI 33-37
Ingoma 50 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umhlobo Wokwenene Udlulisela Isiluleko Esakhayo”: (imiz. 10)
Yob 33:1-5—UElihu wayemhlonela uYobhi (w95 2/15 29 ¶3-5)
Yob 33:6, 7—UElihu wayethobekile ibe enobubele (w95 2/15 29 ¶3-5)
Yob 33:24, 25—UElihu wamkhuthaza uYobhi kwanaxa wayemluleka (w11 4/1 23 ¶3; w09 4/15 4-5 ¶8)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yob 33:24, 25—Yiyiphi “intlawulelo” ekusenokwenzeka ukuba uElihu wayethetha ngayo? (w11 4/1 23 ¶3-5)
Yob 34:36—UYobhi wayeza kuvavanywa ukusa kuwuphi umkhamo, ibe yintoni esiyifundayo koku? (w94 11/15 17 ¶10)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Yob 33:1-25 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: Hambisa isimemo sendibano yengingqi ka-2016 usebenzisa intshayelelo onokuyisebenzisa. (imiz. 2 nangaphantsi)
Xa Ubuyela: fg isifundo 12 ¶4-5—Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu obe nomdla kwisimemo sendibano. Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)
Isifundo SeBhayibhile: jl isifundo 11—Khuthaza umfundi ukuba aye kwindibano ezayo. (imiz. 6 nangaphantsi)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 124
“Izikhumbuzo Zendibano”: (imiz. 8) Intetho. Dlala ividiyo ethi Izikhumbuzo Zendibano (Yiya ku-tv.pr418.com/xh uze ujonge indawo ethi, OOVIMBA BEEVIDIYO > IMISEBENZI YETHU). Bakhuthaze bonke ukuba bagqibezele ukwenza amalungiselelo okuya kuzo zontathu iintsuku. Thetha ngamalungiselelo asekuhlaleni okuhanjiswa kwezimemo.
Iimfuno zebandla: (imiz. 7)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 14 ¶1-13 (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 21 Nomthandazo