Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 4-10

YOBHI 16-20

Aprili 4-10
  • Ingoma 79 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Khuthaza Uze Womeleze Abanye Ngobubele”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 19:20—Wayethetha ukuthini uYobhi ngokuthi, “ndisinda cebetshu”? (w06 3/15 14-15 ¶13; it-2-E 977 ¶1)

    • Yob 19:26—Kwakunokwenzeka njani ukuba uYobhi, ‘abone uThixo’ ekubeni kungekho mntu unokumbona uYehova? (w94 11/15 19 ¶17)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 19:1-23 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU