Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

VUKANI!

Unokuthi: Nanku owakho uVukani! wakutshanje.

Umbuzo: Khawujonge lo mbuzo ukwiphepha 2. Uthini wena ngawo?

Isibhalo: Luk 7:35

Eli nqaku lithetha ngendlela lo mgaqo weBhayibhile osebenza ngayo.

VUKANI!

Umbuzo: Ngaba uyavumelana nam xa ndisithi usisilumko xa uphila ngokuhambisana nala mazwi?

Isibhalo: Mat 6:34

Unokuthi: [Tyhila kwinqaku elithi “Okufundiswa YiBhayibhile—Ixhala.”] Eli nqaku libonisa indlela iBhayibhile enokusinceda ngayo simelane nokuba nexhala.

Okufundiswa YiBhayibhile

Umbuzo: Abantu abaninzi abakholelwa kuThixo bangathanda ukuziva besondele kuye. Ngaba ubusazi ukuba iBhayibhile iyasimema ukuba sisondele kuThixo?

Isibhalo: Yak 4:8a

Unokuthi: Le ncwadi yenzelwe ukusinceda sifunde okungakumbi ngoThixo sisebenzisa iBhayibhile. [Balaselisa isahluko 1 sencwadi ethi Okufundswa YiBhayibhile.]

ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO

 

Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.