Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 10-​16

YEREMIYA 22–24

Aprili 10-​16
  • Ingoma 52 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngaba Unayo ‘Intliziyo Yokwazi’ UYehova?”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 22:30—Kutheni sinokuthi lo myalelo awuzange ulihluthe ilungelo likaYesu lokungena kwitrone yolawulo kaDavide? (w07 3/15 10 ¶9)

    • Yer 23:33—Uyintoni “umthwalo kaYehova”? (w07 3/15 11 ¶1)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 23:25-36

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.2 ngaphandle​—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.2 ngaphandle​—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 5 ¶1-2—Mfikelele intliziyo umfundi.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 60

  • Unokumkhuthaza UmKristu Opholileyo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Khuthaza Abapholileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 11 ¶1-8

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 93 Nomthandazo