Aprili 17-23
YEREMIYA 25–28
Ingoma 137 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Yiba Nesibindi NjengoYeremiya”: (imiz. 10)
Yer 26:2-6—UYehova wayalela uYeremiya ukuba ashumayele ngesigidimi esisisilumkiso (w09 12/1 24 ¶6)
Yer 26:8, 9, 12, 13—UYeremiya akazange avumele abo bamchasayo bamoyikise (jr 21 ¶13)
Yer 26:16, 24—UYehova wamkhusela umprofeti wakhe onesibindi (w09 12/1 25 ¶1)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yer 27:2, 3—Kwakutheni ukuze eYerusalem kufike abathunywa abavela kwiindawo ezahlukeneyo, ibe kwakutheni ukuze uYeremiya abanike idyokhwe? (jr 27 ¶21)
Yer 28:11—Xa uYeremiya wayechaswa nguHananiya, wayisebenzisa njani ingqiqo, ibe sinokufunda ntoni kumzekelo wakhe? (jr 187-188 ¶11-12)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 27:12-22
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) T-36—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) T-36—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 7 ¶4-5—Mfikelele intliziyo umfundi.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 17
“Iingoma ZoBukumkani Ziyakhuthaza”: (imiz. 15.) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ingoma Eyomeleza Abasebenzi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 11 ¶9-21
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 26 Nomthandazo