Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YEREMIYA 25-28

Yiba Nesibindi NjengoYeremiya

Yiba Nesibindi NjengoYeremiya

UYeremiya walumkisa ukuba iYerusalem yayiza kutshatyalaliswa njengeShilo

26:6

  • Ityeya yomnqophiso eyayimela ubukho bukaYehova, yayikhe yagcinwa eShilo

  • UYehova wavumela amaFilisti ukuba ayithimbe iTyeya, ibe ayizange iphinde ibuyele eShilo

Ababingeleli, abaprofeti nabo bonke abantu babemsongela ngokumbulala uYeremiya

26:8, 9, 12, 13

  • Abantu bambamba uYeremiya ngenxa yokuba eprofeta ngokunxamnye neYerusalem kunye netempile

  • UYeremiya akazange anikezele aze abaleke

UYehova wamkhusela uYeremiya

26:16, 24

  • UYeremiya waqhubeka enesibindi ibe uYehova akazange amlahle

  • UThixo wenza ukuba uAhikam onesibindi akhusele uYeremiya

Ngoncedo nangokukhuthazwa nguYehova, uYeremiya wakwazi ukushumayela ngesigidimi esingathandwayo iminyaka eyi-40