Aprili 24-30
YEREMIYA 29-31
Ingoma 151 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Wawuchaza Kwangaphambili Umnqophiso Omtsha”: (imiz. 10)
Yer 31:31—Umnqophiso omtsha waxelwa kangangeenkulungwane ngaphambi kokuba usetyenziswe (it-1-E 524 ¶3-4)
Yer 31:32, 33—Umnqophiso omtsha wahlukile kumnqophiso woMthetho (jr 173-174 ¶11-12)
Yer 31:34—Umnqophiso omtsha wenza zixolelwe ngokupheleleyo izono (jr 177 ¶18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yer 29:4, 7—Kwakutheni ukuze abathinjwa abangamaYuda bayalelwe ukuba ‘bafune uxolo’ neBhabhiloni, ibe sinokuwusebenzisa njani lo mgaqo? (w96 5/1 11 ¶5)
Yer 29:10—Le vesi ikubonisa njani ukuchana kwesiprofeto seBhayibhile? (g 6/12 14 ¶1-2)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 31:31-40
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mat 6:10—Fundisa Inyaniso.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 9:6, 7; ISi 16:14-16—Fundisa Inyaniso.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w14 12/15 21—Umxholo: Wayethetha Ukuthini UYeremiya Xa Wathi URakeli Walilela Oonyana Bakhe?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Izikhumbuzo Zendibano: (imiz. 15) Intetho. Yenza impinda yeengongoma eziphambili zamanqaku athi, “Izikhumbuzo Zendibano” nelithi “Iphulo Lokuhambisa Isimemo Sendibano” akwiNcwadi Yentlanganiso ka-Aprili 2016. Dlala ividiyo ethi, Izikhumbuzo Zendibano. Khuthaza abazali ukuba babhale inombolo zeselfowuni ngasemva kumakhadi eebheji zabantwana babo. Oku kuza kunceda abalindi ukuba bafowunele abazali xa umntwana elahlekile. Benze abavakalisi bajonge phambili kwindibano yengingqi ka-2017.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 11 ¶22-28 nempinda ekwibhokisi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 120 Nomthandazo