Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 3-​9

YEREMIYA 17-21

Aprili 3-​9
  • Ingoma 69 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Vumela UYehova Abumbe Indlela Ocinga Noziphatha Ngayo”: (imiz. 10)

    • Yer 18:1-4—Umbumbi unegunya lokwenza nantoni na ngodongwe (w99 4/1 22 ¶3)

    • Yer 18:5-10—UYehova unegunya lokulawula abantu (it-2-E 776 ¶4)

    • Yer 18:11—Sabela Xa UYehova Ekuxonxa (w99 4/1 22 ¶4-5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 17:9​—Kunokubonakala njani ukukhohlisa kwentliziyo? (w01 10/15 25 ¶13)

    • Yer 20:7—UYehova ‘wawasebenzisa njani amandla akhe’ nxamnye noYeremiya ukuze amqhathe? (w07 3/15 9 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 21:3-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza bonke ukuba babuyele kwabo bathathe iphecana elithi, Yintoni UBukumkani BukaThixo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU