Aprili 23-29
MARKO 3-4
Ingoma 143 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukuphilisa NgeSabatha”: (imiz. 10)
Mar 3:1, 2—Xa iinkokeli zonqulo zakwaYuda zazimbeka ityala uYesu, zakhangela indlela yokuzithethelela (jy-E 78 ¶1-2)
Mar 3:3, 4—UYesu wayesazi ukuba zazizenzela imithetho yazo engekhoyo eZibhalweni ngomthetho weSabatha (jy-E 78 ¶3)
Mar 3:5—UYesu waba ‘buhlungu kakhulu kukuqaqadeka kweentliziyo zabo’ (ingcaciso yebinzana elithi “ecaphuka, ebuhlungu kakhulu” elikuMarko 3:5)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mar 3:29—Kuthetha ukuthini ukunyelisa umoya oyingcwele, ibe yintoni eza kwenzeka kumntu owunyelisayo? (ingcaciso yebinzana elithi “onyelisa umoya oyingcwele,” nelithi “unetyala lesono sikanaphakade” akuMarko 3:29)
Mar 4:26-29—Sinokufunda ntoni kumzekeliso kaYesu womhlwayeli olalayo? (w14 12/15 12-13 ¶6-8)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mar 3:1-19a
YIKHUTHALELE INTSIMI
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Jonga kwindawo ethi iincoko onokuzisebenzisa.
Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha esakho isibhalo uze umnike enye yeencwadi esifundisa ngazo iBhayibhile.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 34 ¶21-22—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 123
“Lowo Uneendlebe Zokuphulaphula Makaphulaphule”: (imiz. 15) Cacisa oko kuthethwa nguMarko 4:9 (ingcaciso yamazwi athi “Lowo uneendlebe zokuphulaphula makaphulaphule” akuMarko 4:9). Dlala ividiyo ethi, Yiba Sisilumko Ngokumamela Isiluleko. Emva koko qhuba ingxubusho esekelwe kwibhokisi ethi “Phulaphula Icebiso Uze Wamkele Ingqeqesho” ekwisahluko 4 sencwadi ethi “Zigcineni Kuthando LukaThixo.”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 7 ¶1-9 nebhokisi ekwiphe. 76 nekwiphe. 78
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 125 Nomthandazo