Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UKWEMBA UBUNCWANE OBUSEBHAYIBHILENI | MARKO 5–6

UYesu Unamandla Okuvusa Abantu Bethu Abaswelekayo

UYesu Unamandla Okuvusa Abantu Bethu Abaswelekayo

5:38-42

  • Ukuba buhlungu kakhulu ngenxa yokuba siswelekelwe ngumntu esimthandayo, akuthethi ukuba asikholelwa kuvuko (Gen 23:2)

  • Ukucingisisa ngeengxelo eziseBhayibhileni zabantu abavuswayo kuza kuqinisa ithemba esinalo ngovuko

Ngubani ofuna ukumamkela xa kuvuswa abantu?

Ucinga ukuba kuza kuba njani xa udibana nabantu obathandayo abavusiweyo?