April 9-15
MATEYU 27-28
Ingoma 97 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Hambani Nibenze Abafundi—Ngoba, Phi, Njani?”: (imiz. 10)
Mat 28:18—UYesu unikwe igunya (w04 7/1 8 ¶4)
Mat 28:19—UYesu wayalela ukuba kushunyayelwe kuze kufundiswe ehlabathini lonke (ingcaciso yebinzana elithi “niye kubenza abafundi” nelithi “abantu beentlanga zonke” akuMateyu 28:19)
Mat 28:20—Simele sincede abantu bafunde baze benze zonke izinto ezafundiswa nguYesu (ingcaciso yegama elithi “nibafundisa” elikuMateyu 28:20)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mat 27:51—Kufuzisela ntoni ukukrazuka kubini kwekhuselo? (ingcaciso yegama elithi “ikhuselo” nelithi “lengcwele” akuMateyu 27:51)
Mat 28:7—Yintoni eyenziwa yingelosi kaYehova eyayibonisa ukuba ibaxabisile abafazi ababesengcwabeni likaYesu? (ingcaciso yebinzana elithi “nixelele abafundi bakhe ukuba uvusiwe” elikuMateyu 28:7)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 27:38-54
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Jonga kwindawo ethi iincoko onokuzisebenzisa.
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) g17.2 14—Umxholo: Ngaba UYesu Wafela Emnqamlezweni?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 96
“Ukuze Abantu Babe Ngabafundi, Kufuneka Bashunyayezwe Baze Bafundiswe”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ezi vidiyo: Qhubeka Ushumayela “Ngaphandle Kokuyekelela”—Ngokungacwangciswanga Nakwindlu Ngendlu nethi Qhubeka Ushumayela “Ngaphandle Kokuyekelela”—Kwiindawo Zikawonke-wonke Naxa Usenza Abafundi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 6 ¶1-15
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 137 Nomthandazo