Ukwamkela umntu oze eSikhumbuzweni

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Aprili 2019

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngokufa kukaYesu.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Isipho Sokungatshati

AmaKristu angatshatanga angayisebenzisa njani loo nto ukuze amenzele izinto ezininzi uYehova?

UBUTYEBI OBUPHUMA KWILIZWI LIKATHIXO

UYehova Uthembekile

Xa sisesilingweni uYehova usoloko ‘esenza nendlela yokuphuma’ kuso ngokusinika into esiyidingayo ukuze sikwazi ukusinyamezela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Uza Kusilungiselela Njani ISikhumbuzo?

Kukho izinto esimele sizenze sonke ukuze sincedakale kakhulu ngexesha leSikhumbuzo. Ziintoni ezo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UThixo Uza Kuba ‘Zizinto Zonke Kubo Bonke’

Abantu abathembele ngoYehova balindelwe lixesha elonwabisayo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova—“UThixo Wentuthuzelo Yonke”

Enye indlela uYehova asithuthuzela ngayo ziintlanganiso

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Thanda Le KaThixo Imfundo

UMyaleli Ozukileyo onguYehova uThixo usinika eyona mfundo igqesileyo kuzo zonke.