Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 1-7

1 Korinte 7-9

Aprili 1-7
  • Ingoma 136 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Isipho Sokungatshati: (imiz. 10)

    • 1Ko 7:32—AmaKristu angatshatanga anokumkhonza uYehova engenawo amaxhala amaKristu atshatileyo anawo (w11 1/15 17-18 ¶3)

    • 1Ko 7:33, 34—AmaKristu atshatileyo ‘axhalela izinto zehlabathi’ (w08 7/15 27 ¶1)

    • 1Ko 7:37, 38—AmaKristu akhetha ukuhlala engatshatanga kuba efuna ukumkhonza ngakumbi uYehova ‘aza kwenza kakuhle ngakumbi’ kunamaKristu atshatileyo (w96 10/15 12-13 ¶14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • 1Ko 7:11—Kuxa kutheni apho umKristu enokukhetha ukohlukana nomntu atshate naye? (lv iphe. 220 ¶3 ukuya kwiphe. 221)

    • 1Ko 7:36—Kutheni amaKristu emele atshate kuphela xa ‘edlule entlahleni yobutsha’? (w00 7/15 31 ¶2)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ko 8:1-13 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 37

  • Yenza Ukungatshati Kwakho Kube Yimpumelelo: (imiz. 15) Yidlale. Emva koko buza le mibuzo: Ziziphi iingxaki anazo amaKristu angatshatanga? (1Ko 7:39) Intombi kaYifeta inguwo njani umzekelo omhle? UYehova ubasikelela njani abo bamkhonza ngokungagungqiyo? (Nd 84:11) Amanye amaKristu anokubakhuthaza njani abantu abangatshatanga ebandleni? Ziziphi ezinye izinto amaKristu angatshatanga anokuzenzela uYehova?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 6 isiqe. 1-9

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 32 Nomthandazo