Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 KORINTE 7–9

Isipho Sokungatshati

Isipho Sokungatshati

7:32, 35, 38

AmaKristu amaninzi aye afumanisa ukuba ukungatshati kuye kwawanika ithuba lokushumayela kakhulu, athanda abazalwana kakhulu aza asondelelana noYehova.

Bayokushumayela eOstreliya ngo-1937; Udade osuka eGiliyadi ufika kwisabelo sakhe esitsha eMexico ngo-1947

Ushumayela eBrazil; bakwiSikolo Sabavangeli BoBukumkani eMalawi

KHAWUCINGE NGALE NTO: Ukuba awutshatanga, ungayisebenzisa njani loo nto ukuze umenzele izinto ezininzi uYehova?

Ibandla lingabakhuthaza lize libancede njani abantu abangatshatanga?