Aprili 22-28
1 Korinte 14–16
Ingoma 22 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UThixo Uza Kuba ‘Zizinto Zonke Kubo Bonke’”: (imiz. 10)
1Ko 15:24, 25—UBukumkani BukaYesu buza kuzitshabalalisa zonke iintshaba zikaThixo (w98 7/1 21 ¶10)
1Ko 15:26—Ukufa kuza kuphela (kr 237 ¶21)
1Ko 15:27, 28—UKristu uza kubuyisela uBukumkani kuYehova (w12 9/15 12 ¶17)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
1Ko 14:34, 35—Ngaba umpostile uPawulos wayesithi abafazi mabangathethi? (w12 9/1 9, ibhokisi)
1Ko 15:53—Yintoni ukungafi nokungonakali? (it-1-E 1197-1198)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ko 14:20-40 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala uze umbonise ividiyo (ungayidlali) ethi Kutheni Umele Ufunde IBhayibhile? (th isifundo 9)