Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 KORINTE 14-16

UThixo Uza Kuba ‘Zizinto Zonke Kubo Bonke’

UThixo Uza Kuba ‘Zizinto Zonke Kubo Bonke’

15:24-28

Abantu abathembele ngoYehova balindelwe lixesha elonwabisayo. Xa sixelela abantu ngethemba esinalo sivuya, sitsho siqiniseke kakhulu ngelo themba. Umpostile uPawulos wakhuthaza amaKristu ukuba abe nombono wexesha laxa kuphela uLawulo LukaKristu Lweminyaka Eliwaka, xa uYehova eza kuba “zizinto zonke kubo bonke.”

Kwiintsikelelo esiza kuzifumana zeziphi ezona uzithanda kakhulu, ibe kutheni?

Yintoni ekwenza uqiniseke ukuba uThixo uza kuzenza izinto azithembisileyo?