April 29–May 5
2 Korinte 1–3
Ingoma 44 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova—‘UThixo Wentuthuzelo Yonke’”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo yama-2 Korinte.]
2Ko 1:3—UYehova ‘nguYise onenceba’ (w17.07 13 ¶4)
2Ko 1:4—Siye sibathuthuzele abanye ngentuthuzelo uYehova asinika yona (w17.07 15 ¶14)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
2Ko 1:22—Ngowuphi “umqondiso” “netywina” abalifumanayo abathanjiswa kuThixo? (w16.04-E 32)
2Ko 2:14-16—Yintoni ekusenokwenzeka umpostile uPawulos wayeyicinga xa wayethetha ‘ngomngcelele woloyiso’? (w10 8/1 23)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile (imiz. 4 nangaphantsi) 2Ko 3:1-18 (th isifundo 10)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 6)
ISifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) bh 47-48 ¶3-4 (th isifundo 8)
YIKHUTHALELE INTSIMI
“Thanda Le KaThixo Imfundo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Iintsikelelo Zokufundiswa NguYehova.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 7 isiqe. 1-8
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 79 Nomthandazo