Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 2 KORINTE 1–3

UYehova—“UThixo Wentuthuzelo Yonke”

UYehova—“UThixo Wentuthuzelo Yonke”

1:3, 4

Enye indlela asithuthuzela ngayo uYehova libandla. Singabathuthuzela njani abantu abasentlungwini?

  • Masibamamele singabaphazamisi xa bethetha

  • “Lilani kunye nabantu abalilayo.”​—Rom 12:15

  • Singabathumelela ikhadi, i-imeyile okanye umyalezo.​—w17.07 15, ibhokisi

  • Masibathandazele size sithandaze kunye nabo