Aprili 8-14
1 Korinte 10-13
Ingoma 30 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uthembekile”: (imiz. 10)
1Ko 10:13—UYehova akazikhethi iingxaki esimele sibe nazo (w17.02 29-30)
1Ko 10:13—Iingxaki esinazo ‘ziqhelekile ebantwini’
1Ko 10:13—UYehova uza kusinceda sinyamezele nayiphi na ingxaki ukuba siyamthemba
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
1Ko 10:8—Kutheni le vesi isithi kwafa amaSirayeli ayi-23 000 ngosuku olunye ngenxa yokuziphatha kakubi ngesondo, ngoxa iNumeri 25:9 isithi ayi-24 000? (w04 4/1 29)
1Ko 11:5, 6, 10—Ngaba udade umele athwale entloko xa eqhuba isifundo seBhayibhile kukho umzalwana? (w15-E 2/15 30)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ko 10:1-17 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nincokole ngayo.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 1)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Bonisa indlela yokuphendula umninimzi ochasayo kwintsimi yenu. (th isifundo 3)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala uze umbonise enye yeencwadi ekwiZixhobo Zokufundisa. (th isifundo 6)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Uza Kusilungiselela Njani ISikhumbuzo?”: (imiz. 5) Intetho. Bakhuthaze bonke ukuba ixesha leSikhumbuzo balisebenzisele ukucingisisa ngento uYehova noYesu abasenzele yona, baze babathande kakhulu.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 6 isiqe. 10-18
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 39 Nomthandazo