Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

NgoLwesibini, Aprili 7, 2020​—ISikhumbuzo Sokufa KukaYesu

NgoLwesibini, Aprili 7, 2020​—ISikhumbuzo Sokufa KukaYesu

Qho ngonyaka ngexesha leSikhumbuzo, amaKristu amaninzi acingisisa ngendlela uYehova noNyana wakhe uYesu Kristu, ababonisa ngayo ukuba bawathanda kakhulu. (Yoh 3:16; 15:13) Ungasebenzisa le tshati ukuze ufumane izibhalo ezichaza izinto uYesu awazenzayo eYerusalem ngaphambi kokuba afe. Ezi zinto wazenzayo kuphinde kuthethwe ngazo nakwincwadi ethi Jesus—The Way, the Truth, the Life. Indlela akuthanda ngayo uYehova noYesu ikukhuthaza ukuba wenze ntoni?—2Ko 5:14, 15; 1Yo 4:16, 19.

UYESU UGQIBEZELA UMSEBENZI WAKHE EYERUSALEM

Ixesha

Indawo

Into Eyenzekayo

Mateyu

Marko

Luka

Yohane

33, Nisan 8 (Aprili 1-2, 2020)

EBhethani

UYesu ufika kwiintsuku ezintandathu ngaphambi kwePasika

 

 

 

11:55–12:1

Nisan 9 (Aprili 2-3, 2020)

EBhethani

UMariya ugalela ioli entlokweni nasezinyaweni zakhe

26:6-13

14:3-9

 

12:2-11

EBhethani-Bhethefage-Yerusalem

Ungena eYerusalem oyisile, ekhwele idonki

21:1-11, 14-17

11:1-11

19:29-44

12:12-19

Nisan 10 (Aprili 3-4, 2020)

EBhethani-Yerusalem

Ushwabulela umthi wamafiya; uphinda acoce itempile

21:18, 19; 21:12, 13

11:12-17

19:45, 46

 

EYerusalem

Ababingeleli abaziintloko nababhali bapheka iqhinga lokubulala uYesu

 

11:18, 19

19:47, 48

 

UYehova uyathetha; uYesu uchaza ngokufa kwakhe; amaYuda awakholwa njengoko wayeprofetile uIsaya

 

 

 

12:20-50

Nisan 11 (Aprili 4-5, 2020)

EBhethani-Yerusalem

Isifundo kumthi wamafiya obunileyo

21:19-22

11:20-25

 

 

EYerusalem, etempileni

Kuphikiswa igunya lakhe; umzekelo woonyana ababini

21:23-32

11:27-33

20:1-8

 

Imizekelo: abalimi abakhohlakeleyo, itheko lomtshato

21:33–22:14

12:1-12

20:9-19

 

Uphendula imibuzo ngoThixo noKesare, uvuko, umthetho omkhulu

22:15-40

12:13-34

20:20-40

 

Ubuza igquba labantu ukuba uKristu ungunyana kaDavide na

22:41-46

12:35-37

20:41-44

 

Baza kuthi shu ababhali nabaFarisi

23:1-39

12:38-40

20:45-47

 

Ubona umnikelo womhlolokazi

 

12:41-44

21:1-4

 

Entabeni YemiNquma

Uthetha ngobukho bakhe obuzayo

24:1-51

13:1-37

21:5-38

 

Imizekelo: iintombi ezilishumi, iitalente, iigusha neebhokhwe

25:1-46

 

 

 

Nisan 12 (Aprili 5-6, 2020)

EYerusalem

Iinkokheli zamaYuda ziceba ukumbulala

26:1-5

14:1, 2

22:1, 2

 

UYudas uyamjikela

26:14-16

14:10, 11

22:3-6

 

Nisan 13 (Aprili 6-7, 2020)

Kufuphi naphakathi eYerusalem

Ulungiselela iPasika yokugqibela

26:17-19

14:12-16

22:7-13

 

Nisan 14 (Aprili 7-8, 2020)

EYerusalem

Utya iPasika nabapostile

26:20, 21

14:17, 18

22:14-18

 

Uhlamba iinyawo zabapostile

 

 

 

13:1-20

UYesu uchaza ukuba uYudas uza kumjikela, emva koko uyamgxotha

26:21-25

14:18-21

22:21-23

13:21-30

Uqalisa iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa (1Ko 11:23-25)

26:26-29

14:22-25

22:19, 20, 24-30

 

Uchaza kwangaphambili ukuba uPetros uza kumphika, nokuba abapostile baza kubaleka

26:31-35

14:27-31

22:31-38

13:31-38

Uthembisa umncedi; umzekelo womthi weediliya wokwenene; uyalela ukuba bathandane; uthandaza okokugqibela nabafundi bakhe

 

 

 

14:1–17:26

EGetsemane

Intlungu engathethekiyo emyezweni; Ukujikelwa nokubanjwa kukaYesu

26:30, 36-56

14:26, 32-52

22:39-53

18:1-12

EYerusalem

Uncinwa nguAnas; ityala lakhe lichotshelwa nguKayafa, kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda; uPetros uyamphika

26:57–27:1

14:53–15:1

22:54-71

18:13-27

UYudas owajikela uYesu uyazixhoma (IZe 1:18, 19)

27:3-10

 

 

 

Usiwa kuPilato, asiwe kuHerode, aze abuyiselwe kuPilato

27:2, 11-14

15:1-5

23:1-12

18:28-38

UPilato ufuna ukumkhulula kodwa amaYuda afuna uBharabhas; ugwetyelwa ukufa kwisibonda sokungcungcutheka

27:15-30

15:6-19

23:13-25

18:39–19:16

(malunga no-3:00 emva kwemini)

EGolgotha

Ufela kwisibonda sokungcungcutheka

27:31-56

15:20-41

23:26-49

19:16-30

EYerusalem

Umzimba wakhe uyothulwa esibondeni uze ungcwatywe

27:57-61

15:42-47

23:50-56

19:31-42

Nisan 15 (Aprili 8-9, 2020)

EYerusalem

Ababingeleli nabaFarisi bayalela ukuba kubekwe oonogada engcwabeni baze balivale

27:62-66

 

 

 

Nisan 16 (Aprili 9-10, 2020)

EYerusalem nakwiindawo ezikufutshane; e-Emawusi

uYesu uyavuswa; ubonakala kubafundi bakhe kahlanu

28:1-15

16:1-8

24:1-49

20:1-25

Emva KoNisan 16

EYerusalem; eGalili

Uphinda abonakale kubafundi bakhe (1Ko 15:5-7; IZe 1:3-8); uyabayalela; ubathuma ukuba bayokwenza abafundi

28:16-20

 

 

20:26–21:25