Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 13-19

GENESIS 31

Aprili 13-19
  •  Ingoma 112 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYakobi NoLabhan Benza Isivumelwano Soxolo”: (imiz. 10)

    • Gen 31:44-46​—UYakobi noLabhan baqokelela amatye, batyela kuwo baza benza isivumelwano (it-1-E 883 ¶1)

    • Gen 31:47-50​—Loo ndawo bayibiza ngokuba yiGaledi nangokuba yiNqaba Yoonogada (it-2-E 1172)

    • Gen 31:51-53​—Bathembisana ukuba kuza kuhlala kukho uxolo phakathi kwabo

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Gen 31:19​—Inoba kwakutheni ukuze uRakeli ebe izithixo zekhaya zikatata wakhe? (it-2-E 1087-1088)

    • Gen 31:41, 42​—Umzekelo kaYakobi usifundisa ukuba simele senze ntoni xa abaqeshi bethu ‘bengqwabalala’? (1Pe 2:18; w13 3/15 21 ¶8)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 31:1-18 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Ingxubusho. Yidlale. Uze ubuze le mibuzo: Lo dade uyicacise njani indlela esidibana ngayo isibhalo? Yintoni ayithethileyo ebonisa ukuba uza kubuya?

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 4)

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Uze uqale isifundo seBhayibhile ngencwadi ethi Iindaba Ezilungileyo, usebenzise isifundo 5. (th isifundo 8)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU