Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | GENESIS 31

UYakobi NoLabhan Benza Isivumelwano Soxolo

UYakobi NoLabhan Benza Isivumelwano Soxolo

31:44-53

Kwakutheni ukuze uYakobi noLabhan benze imfumba yamatye?

  • La matye ayebubungqina ebantwini ukuba benze uxolo

  • Ayebakhumbuza ukuba uYehova uyababona njengokuba benze isivumelwano soxolo

Nanamhlanje, uYehova ulindele ukuba abantu bakhe baphilisane ngoxolo. Zingasinceda njani ezi zinto zilandelayo xa sizama ukwenza uxolo?