Aprili 20-26
GENESIS 32-33
Ingoma 21 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba Usebenzela Ukufumana Intsikelelo?”: (imiz. 10)
Gen 32:24—UYakobi wajijisana nengelosi (w03 8/15 25 ¶3)
Gen 32:25, 26—UYakobi zange ayeke ukulwela ukufumana intsikelelo (it-2-E 190)
Gen 32:27, 28—UYakobi wasikelelwa ngenxa yokungancami (it-1-E 1228)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Gen 32:11, 13-15—Singayilinganisa njani indlela uYakobi awasebenza nzima ngayo ukuze enze uxolo? (w10 6/15 22 ¶10-11)
Gen 33:20—Kwakutheni ukuze uYakobi abize isibingelelo ngokuba “nguThixo, uThixo kaSirayeli”? (it-1-E 980)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 32:1-21 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Yidlale uze ubuze le mibuzo: UElise uyifundise njani inyaniso? UElise noMorgan bancedisane njani?
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (ungayidlali) (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yintoni Ebaluleke Kakhulu Kum?”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Hlala Kusukelo Lwakho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 8 isiqe. 17-27 nempinda ekwiphe. 75
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 123 Nomthandazo