Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 27–Meyi 3

GENESIS 34-35

Aprili 27–Meyi 3
  •  Ingoma 28 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Imiphumo Ebuhlungu Yokuba Nabahlobo Abangalunganga”: (imiz. 10)

    • Gen 34:1—UDina wayesoloko eyokubona iintombi zakwaKanan (w97 2/1 30 ¶4)

    • Gen 34:2—UShekem wadlwengula uDina (lv 103 ¶14)

    • Gen 34:7, 25—USimeyon noLevi babulala uShekem nawo onke amadoda esixeko sakhe (w09 9/1 21 ¶1-2)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Gen 35:8—Wayengubani uDebhora, ibe sinokufunda ntoni kuye? (it-1-E 600 ¶4)

    • Gen 35:22-26—Sazi njani ukuba umnombo kaMesiya wawungenanto yakwenza nelungelo lokuba ngunyana wokuqala? (w17.12 14)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 34:1-19 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU