Imiphumo Ebuhlungu Yokuba Nabahlobo Abangalunganga
Abamelwane bethu, nabantu esifunda okanye esisebenza nabo basenokwenza izinto ezintle. Ngaba loo nto ithetha ukuba banokuba ngabahlobo abalungileyo? Yintoni enokusinceda sazi ukuba umntu ngumhlobo olungileyo?
-
Ngaba baza kundinceda ndisondele kakhulu kuYehova?
-
Izinto abancokola ngazo zibonisa ukuba yintoni ebalulekileyo kubo?—Mat 12:34
KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba abahlobo bam bandinceda ndimthande uYehova okanye bandenza ndingasondeli kuye?’