Oodade baseSwitzerland basebenzisa ividiyo ekwiZixhobo zethu Zokufundisa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Disemba 2019

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngeBhayibhile nendlela esinokonwaba ngayo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Usikelela Isihlwele Esikhulu Esingabalekiyo

Ungenza njani ukuze ube ngomnye wesihlwele esikhulu uze nawe ufumane iintsikelelo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Amangqina Amabini” Ayabulalwa Aze Aphinde Abuyele Ebomini

Uthetha ukuthini lo mbono wamangqina amabini kampostile uYohane?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Umhlaba “Wawuginya Umlambo”

UYehova ubanceda njani abantu ababanjiweyo ngenxa yokholo lwabo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ungaloyiki Irhamncwa Eloyikekayo

Singenza njani ukuze singalahlekiswa lirhamncwa elikwiSityhilelo 13?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Imfazwe KaThixo Eza Kuphelisa Zonke Iimfazwe

Kutheni kunyanzelekile ukuba kubekho imfazwe kaThixo, ibe singasinda njani?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Khangela! Zonke Izinto Ndizenza Ntsha”

UThixo uza kuzenza ntsha njani zonke izinto ibe iza kuthetha ukuthini le nto?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela​—Ukulungela Zonke Iimeko

Singenza njani ukuze sizilungele zonke iimeko entsimini?