Disemba 16-22
ISITYHILELO 13–16
Ingoma 55 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungaloyiki Irhamncwa Eloyikekayo”: (imiz. 10)
ISi 13:1, 2—Inamba inika irhamncwa elineentloko ezisixhenxe neempondo ezilishumi igunya (w12 6/15 8 ¶6)
ISi 13:11, 15—Irhamncwa elineempondo ezimbini linika ubomi irhamncwa lokuqala (re 194 ¶26; 195 ¶30-31)
ISi 13:16, 17—Ungavumi ukuphawulwa lirhamncwa (w09 2/15 4 ¶2)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
ISi 16:13, 14—Iintlanga ziza kuhlanganiswa njani “kwimfazwe yemini enkulu kaThixo uSomandla”? (w09 2/15 4 ¶5)
ISi 16:21—Ngowuphi umyalezo esiza kushumayela ngawo ngaphambi nje kokuba kutshatyalaliswe ihlabathi likaSathana? (w15 7/15 13 ¶9)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 16:1-16 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 2)
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (ungayidlali) (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ungathath’ icala: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ungathathi Cala Kwizinto Ozenzayo Nozicingayo. Emva koko ubuze lo mbuzo, Sinokuhlala njani singathath’ icala kwizinto zasekuhlaleni okanye kwezopolitiko? Phinda udlale ividiyo ethi, Hlala Ungathathi Cala Naxa Uphakathi Kwabantu. Emva koko ubuze lo mbuzo, Unokuzilungiselela njani iimeko ezinokufuna ukuba uthath’ icala?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 18 isiqe. 1-9
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 16 Nomthandazo