Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 2-8

ISITYHILELO 7–9

Disemba 2-8
  • Ingoma 63 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Usikelela Isihlwele Esikhulu Esingabalekiyo”: (imiz. 10)

    • ISi 7:9​—“Isihlwele esikhulu” simi phambi kwetrone kaYehova (it-1-E 997 ¶1)

    • ISi 7:14​—Isihlwele esikhulu siza kusinda “embandezelweni enkulu” (it-2-E 1127 ¶4)

    • ISi 7:15-17​—Isihlwele esikhulu siza kufumana iintsikelelo eziza kuba semhlabeni (it-1-E 996-997)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • ISi 7:1​—‘Iingelosi ezine ezimi kwiimbombo zone zomhlaba’ ‘nemimoya emine,’ zimela ntoni? (re 113 ¶4)

    • ISi 9:11​—Ngubani “ingelosi yenzonzobila”? (it-1-E 12)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 7:1-12 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 93

  • Iimfuno Zebandla: (imiz. 8)

  • Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo ethi, Okufezwe Yintlangano, kaDisemba.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 17 isiqe. 10-15

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 106 Nomthandazo