Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISITYHILELO 7–9

UYehova Usikelela Isihlwele Esikhulu Esingabalekiyo

UYehova Usikelela Isihlwele Esikhulu Esingabalekiyo

7:9, 14-17

Kutheni uYehova esisikelela isihlwele esikhulu?

  • “Simi phambi kwetrone [kaYehova],” loo nto ithetha ukuba siluxhasa ngokupheleleyo ulongamo lukaYehova

  • Sinxibe “imiwunduzo emhlophe,” loo nto ithetha ukuba simkhonza kakuhle uYehova kuba sinokholo kwintlawulelo kaKristu

  • Sinikela “inkonzo engcwele kuye imini nobusuku,” loo nto ithetha ukuba sikhonza uYehova ngokuzinikela nangokuthembeka

Yintoni endimele ndiyenze ukuze ndibe ngomnye wesihlwele esikhulu?