Disemba 23-29
ISITYHILELO 17–19
Ingoma 149 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Imfazwe KaThixo Eza Kuphelisa Zonke Iimfazwe”: (imiz. 10)
ISi 19:11, 14-16—UYesu Kristu uza kohlwaya ngobulungisa bukaThixo (w08 4/1 8 ¶3-4; it-1-E 1146 ¶1)
ISi 19:19, 20—Irhamncwa nomprofeti wobuxoki ziza kutshatyalaliswa (re 286 ¶24)
ISi 19:21—Bonke abantu abangafuniyo ukulawulwa nguThixo baza kutshatyalaliswa (re 286 ¶25)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
ISi 17:8—Cacisa indlela ‘eli rhamncwa elalikho ngayo, elingekho ngayo, neli seza kubakho ngayo’ (re 247-248 ¶5-6)
ISi 17:16, 17—Sazi njani ukuba unqulo lobuxoki aluzuvele luphele? (w12 6/15 18 ¶17)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 17:1-11 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 8)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) jl isifundo 8 (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ndenze Ndibe Nesibindi: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yomculo ethi, Ndenze Ndibe Nesibindi. Emva koko nincokole ngale mibuzo: Ziziphi iimeko apho kufuneka sibe nesibindi? Zeziphi ezenzekayo eziseBhayibhileni ezikwenza ube nesibindi? Ngubani osinceda sibe nesibindi? Qukumbela ngokucela abavakalisi ukuba baphakame nize nicule ingoma ethi “Ndenze Ndibe Nesibindi” (elungiselwe iintlanganiso).
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 18 isiqe. 10-18
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 22 Nomthandazo