Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 30, 2019–​Janwari 5, 2020

ISITYHILELO 20–22

Disemba 30, 2019–​Janwari 5, 2020
  • Ingoma 146 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Khangela! Zonke Izinto Ndizenza Ntsha”: (imiz. 10)

    • ISi 21:1​—“Izulu langaphambili nomhlaba wangaphambili wadlula” (re 301 ¶2)

    • ISi 21:3, 4​—“Izinto zangaphambili zidlule” (w13 12/1 11 ¶2-4)

    • ISi 21:5​—Izithembiso zikaYehova sinokuzithemba (w03 8/1 12 ¶14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • ISi 20:5​—Kuza kwenzeka njani ukuba “abanye abafileyo” babuyele ebomini xa kuphela iminyaka eyi-1 000? (it-2-E 249 ¶2)

    • ISi 20:14, 15​—Yintoni ‘idike lomlilo’? (it-2-E 189-190)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 20:1-15 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha esakho isibhalo uze umnike isimemo sentlanganiso. (th isifundo 3)

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 4 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze umnike enye yeencwadi ezisetyenziswayo xa kuqhutywa isifundo seBhayibhile (th isifundo 9)

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) jl isifundo 12 (th isifundo 6)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU