“Khangela! Zonke Izinto Ndizenza Ntsha”
UYehova uthembisa ukuba zonke izinto uza kuzenza ntsha.
-
“Izulu elitsha”: Urhulumente omtsha oza kuzisa ubulungisa emhlabeni
-
‘Umhlaba omtsha’: Abantu abathobela umthetho kaThixo nabenza izinto ezilungileyo
-
‘Zonke izinto zintsha’: Zonke izinto ezibuhlungu ezenzekileyo kuthi ziza kuphela, siza konwaba suku ngalunye