Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 9-​15

ISITYHILELO 10–12

Disemba 9-​15
  • Ingoma 26 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • ‘Amagqina Amabini’ Ayabulalwa Aze Aphinde Abuyiselwe Ebomini”: (imiz. 10)

    • ISi 11:3​—“Amangqina amabini” aprofeta iintsuku eziyi-1 260 (w14 11/15 30)

    • ISi 11:7​—Abulalwa ‘lirhamncwa’

    • ISi 11:11​—“Amangqina amabini” abuyiselwa ebomini ‘emva kweentsuku ezintathu ezinehafu’

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • ISi 10:9, 10​—Kwenzeka njani ukuba umyalezo owawunikwe uYohane ube “krakra” uphinde ube “mnandi”? (it-2-E 880-881)

    • ISi 12:1-5​—Zenzeka njani ezi zinto kuthethwa ngazo kwezi vesi? (it-2-E 187 ¶7-9)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 10:1-11 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU