Disemba 12- 18
ISAYA 6-10
Ingoma 116 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UMesiya Wazalisekisa Isiprofeto”: (imiz. 10)
Isa 9:1, 2—Kwaprofetwa ngobulungiseleli bakhe basesidlangalaleni eGalili (w11 8/15 10 ¶13; ip-1 124-126 ¶13-17)
Isa 9:6—Wayeza kwenza izinto ezininzi ezahlukahlukeneyo (w14 2/15 12 ¶18; w07 5/15 6)
Isa 9:7—Ulawulo lwakhe luza kuzisa uxolo lokwenene nobulungisa (ip-1 132 ¶28-29)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 7:3, 4—Kwakutheni ukuze uYehova asindise uKumkani uAhazi ongendawo? (w06 12/1 9 ¶4)
Isa 8:1-4—Sazaliseka njani esi siprofeto? (it-1-E 1219; ip-1 111-112 ¶23-24)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 7:1-17
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.6 ngaphandle
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.6 ngaphandle
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 34 ¶18—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ndikho! Thuma Mna” (Isa 6:8): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ukufudukela Apho Imfuneko Inkulu Khona.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 5 ¶10-17, nebhokisi ethi “Kwatsho Kwee Xibilili”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 150 Nomthandazo
Isikhumbuzo: Dlala le ngoma kube kanye uze emva koko ibandla liyicule.