Disemba 19- 25
ISAYA 11-16
Ingoma 143 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
‘Umhlaba Uya Kuzaliswa Kukwazi UYehova’: (imiz. 10)
Isa 11:3-5—Ubulungisa buza kubakho ngonaphakade (ip-1 160-161 ¶9-11)
Isa 11:6-8—Abantu baza kuba seluxolweni nezilwanyana (w12 9/15 9-10 ¶8-9)
Isa 11:9—Bonke abantu baza kufunda iindlela zikaYehova (w16.06 8 ¶9; w13 6/1 7)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 11:1, 10—UYesu Kristu uba ‘lisetyana esiphunzini sikaYese’ aphinde abe ‘yingcambu kaYese’ njani? (w06 12/1 9 ¶6)
Isa 13:17—AmaMedi ayigqala njani isilivere njengento engento aza akayoliswa yigolide? (w06 12/1 10 ¶10)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 13:17–14:8
YIKHUTHALELE INTSIMI
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Imfundo Yobuthixo Iphelisa Ucalucalulo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi UJohny NoGideon: Babeziintshaba, Ngoku Ngabazalwana.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 5 ¶18-25, nebhokisi ethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 151 Nomthandazo
Isikhumbuzo: Yidlale le ngoma kube kanye, emva koko ibandla liyicule.